Eksodus 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYa+ ungamandla am nokomelela kwam, ekubeni elusindiso kum.+Lo nguThixo wam, yaye ndiya kumbonga;+ nguThixo kabawo,+ kwaye ndiya kumphakamisela phezulu.+ Isaya 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Owu Yehova, unguThixo wam.+ Ndiyakuphakamisa,+ ndiyalibonga igama lakho,+ kuba wenze izinto ezimangalisayo,+ amacebo+ ukususela kumaxesha angaphambili, ukuthembeka,+ ukukholoseka.+
2 UYa+ ungamandla am nokomelela kwam, ekubeni elusindiso kum.+Lo nguThixo wam, yaye ndiya kumbonga;+ nguThixo kabawo,+ kwaye ndiya kumphakamisela phezulu.+
25 Owu Yehova, unguThixo wam.+ Ndiyakuphakamisa,+ ndiyalibonga igama lakho,+ kuba wenze izinto ezimangalisayo,+ amacebo+ ukususela kumaxesha angaphambili, ukuthembeka,+ ukukholoseka.+