INdumiso 41:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Unoyolo nabani na onikela ingqalelo kwisisweli;+Ngomhla wentlekele uYehova uya kumsindisa.+ IMizekeliso 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Obabala isisweli uboleka uYehova,+ yaye impatho yakhe uya kumbuyekeza ngayo.+ IMizekeliso 28:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Opha osweleyo akayi kuswela,+ kodwa ofihla amehlo akhe uya kufumana iziqalekiso ezininzi.+ Isaya 58:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+ Hezekile 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 kungekho ndoda ayidlakazelisayo;+ isibambiso awasithabathayo ngenxa yetyala, esibuyisa;+ engahluthanga nto ngokuphanga;+ olambileyo emnika esakhe isonka+ nohamba ze emgubungela ngesambatho;+
7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+
7 kungekho ndoda ayidlakazelisayo;+ isibambiso awasithabathayo ngenxa yetyala, esibuyisa;+ engahluthanga nto ngokuphanga;+ olambileyo emnika esakhe isonka+ nohamba ze emgubungela ngesambatho;+