INtshumayeli 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndaza mna, ndaguqukela kuyo yonke imisebenzi yam eyenziwe zizandla zam nokusebenza kwam nzima endikusebenze nzima ukuze ndikufeze,+ yaye, khangela! yonk’ into yayingamampunge nokusukelana nomoya,+ yaye kwakungekho ngenelo phantsi kwelanga.+ INtshumayeli 2:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba umntu olungileyo phambi kwakhe+ umnike ubulumko, ukwazi nemihlali,+ kodwa umoni umnike umsebenzi wokuhlanganisa nokubuthela ndawonye ukuze nje kuphela anike lowo ulungileyo phambi koTHIXO oyinyaniso.+ Kwanako oku kungamampunge nokusukelana nomoya.+
11 Ndaza mna, ndaguqukela kuyo yonke imisebenzi yam eyenziwe zizandla zam nokusebenza kwam nzima endikusebenze nzima ukuze ndikufeze,+ yaye, khangela! yonk’ into yayingamampunge nokusukelana nomoya,+ yaye kwakungekho ngenelo phantsi kwelanga.+
26 Kuba umntu olungileyo phambi kwakhe+ umnike ubulumko, ukwazi nemihlali,+ kodwa umoni umnike umsebenzi wokuhlanganisa nokubuthela ndawonye ukuze nje kuphela anike lowo ulungileyo phambi koTHIXO oyinyaniso.+ Kwanako oku kungamampunge nokusukelana nomoya.+