IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+

      Uya kubadudumela esemazulwini.+

      UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+

      Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+

      Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+

  • Yeremiya 50:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “UYehova uvule uvimba wakhe, wavelisa izixhobo zesiqalekiso sakhe.+ Kuba iNkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, inomsebenzi enawo kwilizwe lamaKhaledi.+

  • Nahum 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 UYehova uzeka kade umsindo+ yaye unamandla kakhulu,+ kwaye uYehova akayi kurhoxa ekohlwayeni.+

      Indlela yakhe isemoyeni otshabalalisayo nasesiphangweni, yaye ingqimba yelifu ngumgubo weenyawo zakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share