Isaya 66:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngubani na ove into enjengale?+ Ngubani na obone izinto ezinjengezi?+ Kuya kuveliswa ilizwe+ ngeentlungu zokubeleka ngamini-nye na?+ Okanye kuya kuzalwa uhlanga+ ngesihlandlo esinye na?+ Kuba iZiyon ifikelwe yinimba yaza yazala oonyana bayo. Isaya 66:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Kuba kanye njengoko amazulu amatsha+ nomhlaba omtsha+ endiwenzayo umi phambi kwam,”+ utsho uYehova, “ngokunjalo iya kuma+ inzala yenu+ negama lenu.” ISityhilelo 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ndabona izulu elitsha+ nomhlaba+ omtsha; kuba izulu+ langaphambili nomhlaba+ wangaphambili wadlula, nolwandle+ alusekho.
8 Ngubani na ove into enjengale?+ Ngubani na obone izinto ezinjengezi?+ Kuya kuveliswa ilizwe+ ngeentlungu zokubeleka ngamini-nye na?+ Okanye kuya kuzalwa uhlanga+ ngesihlandlo esinye na?+ Kuba iZiyon ifikelwe yinimba yaza yazala oonyana bayo.
22 “Kuba kanye njengoko amazulu amatsha+ nomhlaba omtsha+ endiwenzayo umi phambi kwam,”+ utsho uYehova, “ngokunjalo iya kuma+ inzala yenu+ negama lenu.”
21 Ndabona izulu elitsha+ nomhlaba+ omtsha; kuba izulu+ langaphambili nomhlaba+ wangaphambili wadlula, nolwandle+ alusekho.