2 Kumkani 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwathi ngonyaka weshumi elinesibhozo kaKumkani uYosiya ukumkani wathumela uShafan+ unyana ka-Atsaliya unyana kaMeshulam unobhala endlwini kaYehova, esithi: 2 Kumkani 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke bona abantu+ abasalayo kwilizwe lakwaYuda, abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wabashiya ngasemva, wamisela uGedaliya+ phezu kwabo unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan.+ 2 Kronike 34:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngonyaka weshumi elinesibhozo+ wokulawula kwakhe, esakube elihlambulule ilizwe nendlu, wathumela uShafan+ unyana ka-Atsaliya noMahaseya intloko yesixeko noYowa unyana kaYowahazi owayegcina ingxelo ukuya kulungisa+ indlu kaYehova uThixo wakhe. Yeremiya 26:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngaphezu koko, isandla sika-Ahikam+ unyana kaShafan+ saba noYeremiya, ukuze anganikelwa esandleni sabantu ukuba bambulale.+
3 Kwathi ngonyaka weshumi elinesibhozo kaKumkani uYosiya ukumkani wathumela uShafan+ unyana ka-Atsaliya unyana kaMeshulam unobhala endlwini kaYehova, esithi:
22 Ke bona abantu+ abasalayo kwilizwe lakwaYuda, abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wabashiya ngasemva, wamisela uGedaliya+ phezu kwabo unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan.+
8 Ngonyaka weshumi elinesibhozo+ wokulawula kwakhe, esakube elihlambulule ilizwe nendlu, wathumela uShafan+ unyana ka-Atsaliya noMahaseya intloko yesixeko noYowa unyana kaYowahazi owayegcina ingxelo ukuya kulungisa+ indlu kaYehova uThixo wakhe.
24 Ngaphezu koko, isandla sika-Ahikam+ unyana kaShafan+ saba noYeremiya, ukuze anganikelwa esandleni sabantu ukuba bambulale.+