Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Eksodus 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ekugqibeleni wathabatha incwadi yomnqophiso+ waza wayifunda ezindlebeni zabantu.+ Bathi bona: “Sikulungele ukukwenza nokukuthobela konke akuthethileyo uYehova.”+ Yeremiya 31:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 ungabi njengomnqophiso endawenza nookhokho babo ngomhla endababambayo ngesandla ndibakhupha kwilizwe laseYiputa,+ ‘mnqophiso lowo wam bawaphulayo bona,+ nangona mna ndandiyindoda engumnini wabo,’+ utsho uYehova.” Yeremiya 34:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye ndiza kuwanikela amadoda awugqithileyo umnqophiso wam,+ ekubeni engawagcinanga amazwi omnqophiso awenzileyo phambi kwam ngethole lenkomo alicande kubini+ ukuze adlule phakathi kwamacala alo;+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
7 Ekugqibeleni wathabatha incwadi yomnqophiso+ waza wayifunda ezindlebeni zabantu.+ Bathi bona: “Sikulungele ukukwenza nokukuthobela konke akuthethileyo uYehova.”+
32 ungabi njengomnqophiso endawenza nookhokho babo ngomhla endababambayo ngesandla ndibakhupha kwilizwe laseYiputa,+ ‘mnqophiso lowo wam bawaphulayo bona,+ nangona mna ndandiyindoda engumnini wabo,’+ utsho uYehova.”
18 Kwaye ndiza kuwanikela amadoda awugqithileyo umnqophiso wam,+ ekubeni engawagcinanga amazwi omnqophiso awenzileyo phambi kwam ngethole lenkomo alicande kubini+ ukuze adlule phakathi kwamacala alo;+