IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 8:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Khangela! Mna nabantwana andinikileyo uYehova+ sinjengemiqondiso+ nemimangaliso kwaSirayeli evela kuYehova wemikhosi, ohlala eNtabeni yeZiyon.+

  • Isaya 24:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Inyanga ehlangeneyo idanile,+ nelanga eliqaqambileyo lineentloni, kuba uYehova wemikhosi uye waba ngukumkani+ eNtabeni yeZiyon+ naseYerusalem naphambi kwamadoda akhulileyo akhe ngozuko.+

  • Yoweli 3:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuya kufuneka nina nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu,+ ohleli eZiyon intaba yam engcwele.+ NeYerusalem imele ibe yindawo engcwele;+ ke bona abasemzini, abasayi kudlula kuyo kwakhona.+

  • Mika 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Suka uze ubhule, ntombi yaseZiyon;+ kuba uphondo lwakho ndiya kulutshintsha lube yintsimbi, neempuphu zakho ndiya kuzitshintsha zibe lubhedu, kwaye ngokuqinisekileyo uya kucola izizwana ezininzi;+ kwaye ngokwahlulela uya kunikela kuYehova ingeniso yazo yokungekho sikweni,+ nobuncwane bazo kuyo iNkosi eyinyaniso yomhlaba uphela.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share