IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 132:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba uYehova unyule iZiyon;+

      Uyilangazelele ukuba ibe yindawo yakhe yokuhlala:+

  • Isaya 8:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Khangela! Mna nabantwana andinikileyo uYehova+ sinjengemiqondiso+ nemimangaliso kwaSirayeli evela kuYehova wemikhosi, ohlala eNtabeni yeZiyon.+

  • Isaya 18:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Ngelo xesha kuya kuziswa isipho kuYehova wemikhosi,+ sivela kwisizwana eside nesigudileyo,+ sona kanye isizwana esoyikekayo kuyo yonk’ indawo, uhlanga olunamandla amakhulu nolugqushayo, olulizwe likhukuliswe yimilambo, sisiwe kwindawo yegama likaYehova wemikhosi, iNtaba yeZiyon.”+

  • Yoweli 3:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuya kufuneka nina nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu,+ ohleli eZiyon intaba yam engcwele.+ NeYerusalem imele ibe yindawo engcwele;+ ke bona abasemzini, abasayi kudlula kuyo kwakhona.+

  • Hebhere 12:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kodwa nina niye nasondela kwiNtaba yeZiyon+ nakwisixeko+ soThixo ophilayo, iYerusalem yasezulwini,+ namashumi amawaka eengelosi,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share