Yeremiya 25:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Neli lizwe lonke limele libe yindawo ephanzileyo, into yokukhwankqiswa, nezi ntlanga ziya kumkhonza ukumkani waseBhabhiloni iminyaka engamashumi asixhenxe.”’+ Yeremiya 27:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye umele uzithumele kukumkani wakwaEdom+ nakukumkani wakwaMowabhi+ nakukumkani woonyana baka-Amoni+ nakukumkani waseTire+ nakukumkani wakwaSidon+ ngesandla sabathunywa abeza eYerusalem kuZedekiya ukumkani wakwaYuda. Yeremiya 27:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke kaloku ndiwanikele onke la mazwe esandleni sikaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni,+ umkhonzi wam;+ kwanamarhamncwa asendle ndiwanikele kuye ukuba amkhonze.+
11 Neli lizwe lonke limele libe yindawo ephanzileyo, into yokukhwankqiswa, nezi ntlanga ziya kumkhonza ukumkani waseBhabhiloni iminyaka engamashumi asixhenxe.”’+
3 Yaye umele uzithumele kukumkani wakwaEdom+ nakukumkani wakwaMowabhi+ nakukumkani woonyana baka-Amoni+ nakukumkani waseTire+ nakukumkani wakwaSidon+ ngesandla sabathunywa abeza eYerusalem kuZedekiya ukumkani wakwaYuda.
6 Ke kaloku ndiwanikele onke la mazwe esandleni sikaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni,+ umkhonzi wam;+ kwanamarhamncwa asendle ndiwanikele kuye ukuba amkhonze.+