IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 Ekuqaleni+ uThixo+ wadala+ amazulu nomhlaba.+

  • INdumiso 146:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 UMenzi wezulu nomhlaba,+

      Wolwandle, nowazo zonke izinto ezikuzo,+

      Lowo ugcina inyaniso ukusa kwixesha elingenammiselo,+

  • Isaya 45:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ke uYehova, uMdali wamazulu,+ uTHIXO oyinyaniso,+ uMyili womhlaba noMenzi wawo,+ owuzinzise ngokuqinileyo,+ nongawudalelanga ilize, kodwa owawubumba ukuba umiwe,+ utsho ukuthi: “NdinguYehova, akakho omnye.+

  • Yeremiya 10:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yena nguMenzi womhlaba ngamandla akhe,+ Lowo umisela ngokuqinileyo ilizwe elinemveliso ngobulumko,+ naLowo wolula amazulu ngokuqonda kwakhe.+

  • IZenzo 14:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 besithi: “Madoda, kutheni nisenza ezi zinto nje? Nathi singabantu+ abanobulwelwe+ obufanayo njengoko ninjalo nani, yaye sivakalisa iindaba ezilungileyo kuni, ukuba nani nijike kwezi zinto zililize+ niye kuThixo ophilayo,+ owenza izulu+ nomhlaba nolwandle nezinto zonke ezikuzo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share