Isaya 58:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ngoko ke ukukhanya kwakho kungathi qhiphu njengesifingo;+ uze uchache ngokukhawuleza.+ Nobulungisa bakho ngokuqinisekileyo bebuya kuhamba phambi kwakho;+ lona kanye uzuko lukaYehova beluya kukukhusela ngasemva.+ Yeremiya 30:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Kuba ndiya kukwenza uchache, nemivumbo yakho ndiya kuyiphilisa,”+ utsho uYehova. “Kuba bakubize ngokuba ungumfazi ogxothiweyo:+ ‘YiZiyon leyo, ekungekho bani uyifunayo.’”+ Yeremiya 33:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ‘Yabona, ndisenza sichache sibuyele empilweni;+ yaye ndiza kubaphilisa ndize ndibatyhilele uxolo oluninzi nenyaniso.+
8 “Ngoko ke ukukhanya kwakho kungathi qhiphu njengesifingo;+ uze uchache ngokukhawuleza.+ Nobulungisa bakho ngokuqinisekileyo bebuya kuhamba phambi kwakho;+ lona kanye uzuko lukaYehova beluya kukukhusela ngasemva.+
17 “Kuba ndiya kukwenza uchache, nemivumbo yakho ndiya kuyiphilisa,”+ utsho uYehova. “Kuba bakubize ngokuba ungumfazi ogxothiweyo:+ ‘YiZiyon leyo, ekungekho bani uyifunayo.’”+
6 ‘Yabona, ndisenza sichache sibuyele empilweni;+ yaye ndiza kubaphilisa ndize ndibatyhilele uxolo oluninzi nenyaniso.+