IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 30:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 abo banduluka behle baye eYiputa+ nabo bangabuzanga emlonyeni wam,+ ukuze baye kungena ekhusini legwiba likaFaro nokuze basabele emthunzini waseYiputa!+

  • Isaya 31:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+

  • Yeremiya 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye ngoku uyixhalabele ngantoni na indlela yaseYiputa+ ukuze usele amanzi aseShihore?+ Kwaye uyixhalabele ngantoni na indlela yaseAsiriya+ ukuze usele amanzi oMlambo?

  • Yeremiya 2:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Kutheni na ukugqala njengento engabalulekanga ukutshintsha indlela yakho?+ NaseYiputa uya kuba neentloni,+ kanye njengoko waba neentloni eAsiriya.+

  • Yeremiya 44:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ndiza kuyithabatha intsalela yakwaYuda ebhekise ubuso bayo ekungeneni kwilizwe laseYiputa ukuba ihlale apho njengabaphambukeli,+ yaye ngokuqinisekileyo yonke iya kufika esiphelweni sayo kwilizwe laseYiputa.+ Iya kuwa likrele; iya kufika esiphelweni sayo ngendlala,+ ukususela koyena umncinane kude kuse koyena mkhulu; iya kufa likrele nayindlala. Imele ibe sisithuko, into ekhwankqisayo nesiqalekiso nongcikivo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share