IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 11:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Nekhwele likaEfrayim limele limke,+ kwanabo babonakalisa ubutshaba kuYuda baya kunqunyulwa. UEfrayim akayi kumkhweletela uYuda, noYuda engayi kubonakalisa butshaba kuEfrayim.+

  • Yeremiya 3:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Ngaloo mihla iya kuhamba indlu kaYuda ecaleni kwendlu kaSirayeli,+ zize ziphume kunye+ kwilizwe lasemntla ukuya kwilizwe endalinika ookhokho benu njengelifa.+

  • Yeremiya 50:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Ngaloo mihla nangelo xesha,”+ utsho uYehova, “baya kuza oonyana bakaSirayeli, bona noonyana bakaYuda ndawonye.+ Baya kuhamba, belila ukuhamba kwabo,+ yaye baya kufuna uYehova uThixo wabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share