IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 45:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ke yena uSirayeli, ngokuqinisekileyo uya kusindiswa emanyene noYehova+ ngosindiso lwamaxesha angenammiselo.+ Aniyi kuba naziintloni,+ ningayi kuthotywa+ ukusa kumaxesha angenammiselo kanaphakade.

  • Isaya 54:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngomkhukula wokucaphuka ndabufihla ubuso bam kuwe okomzuzwana nje,+ kodwa ngobubele bothando ndiza kuba nenceba kuwe ukusa kwixesha elingenammiselo,”+ utsho uMhlawuleli wakho,+ uYehova.

  • Yeremiya 29:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndiya kuzenza ndifumaneke kuni,’+ utsho uYehova. ‘Kwaye ndiya kulihlanganisa iqela labathinjwa ndize ndiniqokelele ndawonye kuzo zonke iintlanga nakuzo zonke iindawo endinisasazele kuzo,’+ utsho uYehova. ‘Yaye ndiya kunibuyisela kule ndawo nivela apho ndanibangela naya khona ekuthinjweni.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share