IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 23:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ngaphezu koko, uFaro Neko wenza uEliyakim+ unyana kaYosiya ukumkani esikhundleni sikaYosiya uyise waza walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; yena uYehowahazi wamthabatha wamzisa eYiputa, apho wafela khona ekugqibeleni.+

  • Isaya 30:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 abo banduluka behle baye eYiputa+ nabo bangabuzanga emlonyeni wam,+ ukuze baye kungena ekhusini legwiba likaFaro nokuze basabele emthunzini waseYiputa!+

  • Isaya 30:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye igwiba likaFaro limele libe sisizathu sokudana kuni,+ nokusabela emthunzini weYiputa kube ngunobangela wokuthotywa.+

  • Yeremiya 2:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Kutheni na ukugqala njengento engabalulekanga ukutshintsha indlela yakho?+ NaseYiputa uya kuba neentloni,+ kanye njengoko waba neentloni eAsiriya.+

  • IZililo 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Isandla sisinika+ iYiputa;+ iAsiriya,+ ukuze sifumane ulwaneliseko ngesonka.

  • Hezekile 20:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ndaza ndahlabela mgama ndathi kubo, ‘Lahlani, ngamnye kuni, izinto ezilizothe zamehlo enu,+ ningazenzi inqambi ngezithixo ezinezothe zaseYiputa.+ NdinguYehova uThixo wenu.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share