1 Kronike 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 uAmatsiya+ unyana wakhe, uAzariya+ unyana wakhe, uYotham+ unyana wakhe, Isaya 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Umbono+ kaIsaya+ unyana ka-Amotsi awawubonayo ngokuphathelele uYuda neYerusalem ngemihla kaUziya,+ uYotham,+ uAhazi+ kunye noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda:+ Hoseya 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ilizwi likaYehova+ elafika kuHoseya+ unyana kaBheri ngemihla+ kaUziya,+ kaYotham,+ ka-Ahazi+ noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda, nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli. Mika 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ilizwi likaYehova elafika kuMika+ waseMoresheti, ngemihla kaYotam,+ ka-Ahazi,+ kaHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda,+ awalibonayo ngokuphathelele iSamariya+ neYerusalem:+ Mateyu 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 u-Uziya wazala uYotham;uYotham+ wazala uAhazi;+uAhazi wazala uHezekiya;+
1 Umbono+ kaIsaya+ unyana ka-Amotsi awawubonayo ngokuphathelele uYuda neYerusalem ngemihla kaUziya,+ uYotham,+ uAhazi+ kunye noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda:+
1 Ilizwi likaYehova+ elafika kuHoseya+ unyana kaBheri ngemihla+ kaUziya,+ kaYotham,+ ka-Ahazi+ noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda, nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli.
1 Ilizwi likaYehova elafika kuMika+ waseMoresheti, ngemihla kaYotam,+ ka-Ahazi,+ kaHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda,+ awalibonayo ngokuphathelele iSamariya+ neYerusalem:+