Iziqulatho
Septemba 2008
Ngaba Abafileyo Baya Kuphila Kwakhona?
Hlolisisa ubungqina bokuba abantu abafileyo baza kuphila kwakhona. Kwakhona, funda ngendlela iBhayibhile ethi kuya kwenzeka ngayo oku.
3 Ngaba Akukho Themba Ngabafileyo?
4 Abantu Abafileyo Baza Kuphila Kwakhona!
7 Ubomi KwiParadesi Ebuyiselweyo
11 UVukani! Wamnceda Ngendlela Awayengayilindelanga
12 UThixo Wandinceda Ndazoyisa Izilingo
22 Ukuphila Nesifo Sika-Asperger
30 Izimvo Zabafundi BakaVukani!
32 “Ndandingazi Ukuba UThixo Unegama”
Iirobhothi—Zininzi Kangakanani Izinto Ezinokuzenza? 16
Kwimizi-mveliso emininzi, zininzi izinto ezenziwa ziirobhothi. Ziya kusetyenziswa njani kwixa elizayo?
Ndinokuhlangabezana Njani Neengxaki Zesikolo? 26
Funda ngezinto eziphambili ezibangela ingxaki esikolweni nendlela onokuhlangabezana ngayo nazo.
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]
NASA/JPL/Cornell University