Iziqulatho
Novemba 2010
Ngaba Abantu Abathi UThixo Akakho Basephulweni?
Abantu abangakholelwayo kubukho bukaThixo basephulweni: Bafuna nawe ube ngomnye wabo. Kodwa ngaba indlela abacinga ngayo isengqiqweni?
3 Abantu Abangakholelwa Kubukho BukaThixo Baphum’ Iphulo
4 Ngaba InzululwazI Inobungqina Bokuba Akakho UThixo?
6 Ngaba Ihlabathi Beliya Kuba Bhetele Ukuba Belungekho Unqulo?
8 “Ndikhule Ndingakholelwa Kubukho BukaThixo”
10 Ukuthatha Ukutya Okushushu Endlwini Kusiwe Eziofisini—ZaseMumbai
13 Igesi Yokwemvelo—Umbane Onokusetyenziswa Ezindlwini
19 Ukulusebenzisa Ngobulumko Ulwimi Lwethu
22 Indongomane LikaMacadamia—Ukutya Okuthandwayo KwaseOstreliya
31 Khanikhe Nizikhumbuze Njengentsapho
32 IBhayibhile—Isizathu Sokuba Ufanele Wazi Isigidimi Sayo
Incwadi Onokuyithemba—Icandelo 1 15
Eli linqaku lokuqala kwasixhenxe aza kuthetha ngembali nesiprofeto seBhayibhile. Enzelwe ukukunceda ubone ukuba iBhayibhile ichanile yaye inokuthenjwa.
Ngaba Ndimele Ndisiyeke Isikolo? 26
Ufanele usiyeke nini isikolo? Luluphi usukelo ofuna isikolo sikuncede ukuba ulufikelele? Kwanga eli nqaku lingakunceda wenze izigqibo zobulumko.
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]
Photograph taken by courtesy of the British Museum