Eksodus 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Beka uyihlo nonyoko+ ukuze yolulwe imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho.+ Duteronomi 27:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Uqalekisiwe omphatha ngendelelo uyise okanye unina.+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) IMizekeliso 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yiphulaphule, nyana wam, ingqeqesho kayihlo,+ ungawushiyi umthetho kanyoko.+ IMizekeliso 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke oqalekisa uyise nonina,+ isibane sakhe siya kucinywa ekusondeleni kobumnyama.+ Hezekile 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Uyise nonina babaphethe ngendelelo kuwe.+ Kumphambukeli benze ngokuqhatha phakathi kwakho.+ Inkwenkwe engenayise nomhlolokazi babadlakazelisa kuwe.”’”+ Efese 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bantwana, bathobeleni abazali benu+ ngokumanyene+ neNkosi, kuba oku kububulungisa:+
7 Uyise nonina babaphethe ngendelelo kuwe.+ Kumphambukeli benze ngokuqhatha phakathi kwakho.+ Inkwenkwe engenayise nomhlolokazi babadlakazelisa kuwe.”’”+