Genesis 36:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Naba ke ookumkani ababelawula ezweni lakwaEdom+ ngaphambi kokuba kulawule nawuphi na ukumkani phezu koonyana bakaSirayeli.+ Duteronomi 33:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yena waba ngukumkani kaYeshurun,+Zakuba zihlanganisene iintloko zabantu,+Inani lezizwe zakwaSirayeli liphela.+ ABagwebi 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa uGidiyon wathi kuwo: “Mna ngokwam andiyi kunilawula, engayi kunilawula nonyana wam.+ UYehova nguye oya kunilawula.”+ ABagwebi 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Wonke ke ubani, wayesenza oko kwakulungile kwawakhe amehlo.+ ABagwebi 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Yaye umLevi othile wayengumhlali wokwexeshana kweyona mimandla ithe qelele yommandla weentaba wakwaEfrayim.+ Ekuhambeni kwexesha wazithabathela ishweshwe+ laseBhetelehem+ yelakwaYuda ukuba libe ngumfazi wakhe. ABagwebi 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Ngamnye wayesenza oko kulungileyo emehlweni akhe.+
31 Naba ke ookumkani ababelawula ezweni lakwaEdom+ ngaphambi kokuba kulawule nawuphi na ukumkani phezu koonyana bakaSirayeli.+
5 Yena waba ngukumkani kaYeshurun,+Zakuba zihlanganisene iintloko zabantu,+Inani lezizwe zakwaSirayeli liphela.+
23 Kodwa uGidiyon wathi kuwo: “Mna ngokwam andiyi kunilawula, engayi kunilawula nonyana wam.+ UYehova nguye oya kunilawula.”+
6 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Wonke ke ubani, wayesenza oko kwakulungile kwawakhe amehlo.+
19 Ke kaloku ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Yaye umLevi othile wayengumhlali wokwexeshana kweyona mimandla ithe qelele yommandla weentaba wakwaEfrayim.+ Ekuhambeni kwexesha wazithabathela ishweshwe+ laseBhetelehem+ yelakwaYuda ukuba libe ngumfazi wakhe.