IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 8:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa uGidiyon wathi kuwo: “Mna ngokwam andiyi kunilawula, engayi kunilawula nonyana wam.+ UYehova nguye oya kunilawula.”+

  • ABagwebi 17:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Wonke ke ubani, wayesenza oko kwakulungile kwawakhe amehlo.+

  • ABagwebi 18:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Yaye ngaloo mihla isizwe samaDan+ sasizifunela ilifa ukuze sihlale kulo; ngenxa yokuba kude kube ngaloo mini sasingazange siwelwe lilifa phakathi kwezizwe zakwaSirayeli.+

  • ABagwebi 19:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Yaye umLevi othile wayengumhlali wokwexeshana kweyona mimandla ithe qelele yommandla weentaba wakwaEfrayim.+ Ekuhambeni kwexesha wazithabathela ishweshwe+ laseBhetelehem+ yelakwaYuda ukuba libe ngumfazi wakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share