IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Nize ningenzi njengokuba sisenza apha namhla, ngamnye esenza oko kulungileyo emehlweni akhe,+

  • Duteronomi 28:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “Ukuba uthe waliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho, wakunyamekela ukuyenza yonke imiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje,+ ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho uya kukuphakamisa ngaphezu kwazo zonke ezinye iintlanga zomhlaba.+

  • ABagwebi 21:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Ngamnye wayesenza oko kulungileyo emehlweni akhe.+

  • IMizekeliso 14:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kukho indlela ethe tye phambi komntu,+ kodwa emva koko ziindlela zokufa.+

  • IMizekeliso 16:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Zonke iindlela zomntu zisulungekile emehlweni akhe,+ kodwa uYehova uyawucikida umoya.+

  • IMizekeliso 21:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Zonke iindlela zendoda zithe tye emehlweni ayo,+ kodwa uYehova ucikida iintliziyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share