6 Ngenxa yoko wabuyela eYizereli+ ukuze aphiliswe amanxeba awaba nawo ekubethweni kwakhe eRama+ ekulweni kwakhe noHazayeli ukumkani waseSiriya.
Ke yena uAzariya+ unyana kaYehoram+ ukumkani wakwaYuda, wehla waya kubona uYehoram+ unyana ka-Ahabhi eYizereli, kuba wayegula.+