IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waqhubeka waxabela amaMowabhi+ waza wawalinganisa ngolutya, ewalalisa phantsi emhlabeni, ukuze alinganise izintya ezimbini zokuwabulala, nolutya olupheleleyo ukuze awagcine ephila;+ aza amaMowabhi aba ngabakhonzi bakaDavide+ bokuzisa unikelo.+

  • 1 Kronike 18:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Emva koko uDavide wamisa iinkampu zomkhosi eSiriya yaseDamasko,+ aza amaSiriya aba ngabakhonzi bakaDavide bokuzisa unikelo.+ Yaye uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+

  • 2 Kronike 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 ngaphandle kweyamadoda akhenkethayo neyabarhwebi+ neyabo bonke ookumkani bama-Arabhu+ neyeerhuluneli zelizwe ezazisizisa igolide nesilivere kuSolomon.

  • 2 Kronike 17:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 NakumaFilisti babekho abazisa kuYehoshafati izipho+ nemali njengonikelo.+ Ama-Arabhu+ amzisela imihlambi, amawaka asixhenxe anamakhulu asixhenxe eenkunzi zeegusha namawaka asixhenxe anamakhulu asixhenxe eenkunzi zeebhokhwe.+

  • 2 Kronike 26:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Nama-Amoni+ aqalisa ukunikela+ ku-Uziya. Ekugqibeleni udumo lwakhe+ lwaya kufikelela naseYiputa, kuba wabonakalisa amandla ngokomlinganiselo ongaqhelekanga.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share