Eksodus 23:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Cezela ezwini lobuxoki.+ Musa ukumbulala omsulwa nolilungisa, kuba andiyi kumvakalisa elilungisa ongendawo.+ 1 Kumkani 21:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba ubulele+ waza wathabatha?”’+ Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Endaweni+ ezixhaphele kuyo izinja igazi likaNabhoti, ziya kulixhaphela khona izinja igazi lakho, wena lo.”’”+ IMizekeliso 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nabani na ovakalisa ongendawo elilungisa+ novakalisa ilungisa lingendawo+—bobabini bayinto ecekisekayo kuYehova.+ IZenzo 7:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Yaye emva kokumphosela ngaphandle kwesixeko+ bamgibisela ngamatye.+ Kwaye amangqina+ abeka izambatho zawo zangaphezulu ezinyaweni zomfana obizwa ngokuba nguSawule.+
7 “Cezela ezwini lobuxoki.+ Musa ukumbulala omsulwa nolilungisa, kuba andiyi kumvakalisa elilungisa ongendawo.+
19 Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba ubulele+ waza wathabatha?”’+ Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Endaweni+ ezixhaphele kuyo izinja igazi likaNabhoti, ziya kulixhaphela khona izinja igazi lakho, wena lo.”’”+
15 Nabani na ovakalisa ongendawo elilungisa+ novakalisa ilungisa lingendawo+—bobabini bayinto ecekisekayo kuYehova.+
58 Yaye emva kokumphosela ngaphandle kwesixeko+ bamgibisela ngamatye.+ Kwaye amangqina+ abeka izambatho zawo zangaphezulu ezinyaweni zomfana obizwa ngokuba nguSawule.+