IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 15:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Umda wenyuka waya kwintlambo yonyana kaHinom+ ukuya ethambekeni lamaYebhusi+ ngasemzantsi, oko kukuthi, eYerusalem;+ umda wenyuka waya phezulu entabeni ejongene nentlambo yaseHinom ukuya ngasentshona, engasekupheleni kwentili yamaRefa+ ukuya ngasentla.

  • 2 Kumkani 23:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 ITofete+ wayenza ayalufanelekela unqulo, leyo ingakwintlambo yoonyana bakaHinom,+ ukuze kungabikho bani udlulisa emlilweni+ kuMoleki+ unyana wakhe okanye intombi yakhe.

  • 2 Kronike 28:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+

  • Yeremiya 7:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share