IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 21:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “‘“Emva koko,” utsho uYehova, “ndiya kumnikela uZedekiya ukumkani wakwaYuda nabakhonzi nabantu nabo baseleyo kwesi sixeko kwindyikitya yokufa, ekreleni nasendlaleni, esandleni sikaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni, nasesandleni seentshaba zabo nasesandleni sabo bafuna umphefumlo wabo, yaye ngokuqinisekileyo uya kubaxabela ngohlangothi lwekrele.+ Akayi kuba nosizi ngabo, engayi kubonisa mfesane okanye abe nayo nayiphi na inceba.”’+

  • Yeremiya 24:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘Nanjengamakhiwane amabi angenakudliwa ngenxa yobubi,+ enyanisweni utsho uYehova ukuthi: “Ndiya kwenjenjalo ukumnikela uZedekiya+ ukumkani wakwaYuda neenkosana zakhe nentsalela yeYerusalem eseleyo kweli lizwe+ nabo bahlala kwilizwe laseYiputa+—

  • Yeremiya 34:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 UZedekiya ukumkani wakwaYuda+ neenkosana zakhe ndiya kubanikela esandleni seentshaba zabo nasesandleni sabo bafuna umphefumlo wabo nasesandleni semikhosi yamajoni yokumkani waseBhabhiloni+ emkayo kuni.’+

  • Hezekile 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngokuqinisekileyo ndiya kuwaneka umnatha wam phezu kwaso, yaye simele sibanjiswe ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiza kusizisa eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi,+ kodwa lona asiyi kulibona; siya kufela apho ke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share