Hezekile 3:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko ndasukuma ndaya kwithafa elisentlanjeni, yaye, khangela! ubuqaqawuli bukaYehova babumi apho,+ bunjengobuqaqawuli endabubonayo ngakuMlambo iKebhare,+ ndaza ndawa ngobuso.+ Hezekile 43:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Lwalunjengembonakalo yombono endandiwubonile,+ njengombono endandiwubonile xa ndandisiza konakalisa isixeko;+ kwakukho neembonakalo ezinjengembonakalo endandiyibone ngakuMlambo iKebhare,+ ndaza ndawa ngobuso. Daniyeli 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko weza kweli cala ndandimi kulo, ndaza ndankwantya ndawa ngobuso. Wathi kum: “Qonda,+ nyana womntu,+ ukuba lo mbono ngowexesha lesiphelo.”+ ISityhilelo 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndithe ke ndakumbona, ndawa ezinyaweni zakhe, ndanjengofileyo. Waza wabeka isandla sakhe sasekunene phezu kwam wathi: “Musa ukoyika.+ NdingowokuQala+ nowokuGqibela,+
23 Ngoko ndasukuma ndaya kwithafa elisentlanjeni, yaye, khangela! ubuqaqawuli bukaYehova babumi apho,+ bunjengobuqaqawuli endabubonayo ngakuMlambo iKebhare,+ ndaza ndawa ngobuso.+
3 Lwalunjengembonakalo yombono endandiwubonile,+ njengombono endandiwubonile xa ndandisiza konakalisa isixeko;+ kwakukho neembonakalo ezinjengembonakalo endandiyibone ngakuMlambo iKebhare,+ ndaza ndawa ngobuso.
17 Ngoko weza kweli cala ndandimi kulo, ndaza ndankwantya ndawa ngobuso. Wathi kum: “Qonda,+ nyana womntu,+ ukuba lo mbono ngowexesha lesiphelo.”+
17 Ndithe ke ndakumbona, ndawa ezinyaweni zakhe, ndanjengofileyo. Waza wabeka isandla sakhe sasekunene phezu kwam wathi: “Musa ukoyika.+ NdingowokuQala+ nowokuGqibela,+