IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 7:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Uya kuthetha amazwi anxamnye nOyena Uphakamileyo,+ ababandezele abangcwele baLowo uPhakamileyo.+ Yaye uya kuzimisela ukutshintsha amaxesha+ nomthetho,+ bona ke baya kunikelwa kuye okwexesha, namaxesha nesiqingatha sexesha.+

  • Daniyeli 12:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ndayiva indoda eyambethe ilinen, ebiphezu kwamanzi omsinga, njengoko yayiphakamisela isandla sayo sokunene nesasekhohlo emazulwini yaza yafunga+ Lowo uphila ixesha elingenammiselo, isithi:+ “Kuya kuba lixesha elimisiweyo, namaxesha amisiweyo anesiqingatha.+ Yaye kamsinya nje kwakuba kugqityiwe ukwaphulwa kwamandla abantu abangcwele,+ zonke ezi zinto ziya kuzaliseka.”

  • Luka 21:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 yaye siya kuwa ngohlangothi lwekrele size sikhokelelwe kuzo zonke iintlanga sithinjiwe;+ neYerusalem iya kunyathelwa ziintlanga, ade azaliseke amaxesha amisiweyo+ eentlanga.

  • ISityhilelo 12:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi+ olukhulu, ukuze aphaphazele aye entlango+ kwindawo yakhe; apho kulapho ondliwa+ khona ixesha namaxesha nesiqingatha sexesha+ ekude nobuso benyoka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share