IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • od iphe. 213-222
  • Isalathiso Semibandela

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Isalathiso Semibandela
  • Ukwenza Ukuthanda KukaYehova Ngolungelelwano
Ukwenza Ukuthanda KukaYehova Ngolungelelwano
od iphe. 213-222

Isalathiso Semibandela

Phawula: Kule mixholo ingezantsi, inani lokuqala sisahluko, elilandelayo sisiqendu. Ngokomzekelo, phantsi komxholo othi “Abadala” kukho umxholwana othi “abalusi: 5:1-3.” Oku kuthetha ukuba inkcazelo ethetha ngokumiselwa kwabadala ifumaneka kwiSahluko 5, isiqendu 1-3.

Abadala

abalupheleyo okanye abagulayo: 5:23-24

abalusi: 5:1-3; 14:7-12

amaqela namaqela angekamiselwa: 9:42-44

iimfaneleko: 5:4-20

imisebenzi eyenziwa ngabadala: 5:25-36, 40

iintlanganiso: 5:37

indlela esibajonga ngayo: 3:14; 5:38-39

intsebenziswano phakathi kwabo: 5:21

ukugcina ibandla licocekile: 14:19-40

ukumiselwa ngokweZibhalo: 4:8

zimisele ukuba ngumdala: 5:22

Abalindi: 11:14

Abameli bekomkhulu: 5:55-56

Abantwana

abaselula abazimisele ukuba zizicaka zolungiselelo: 6:14

iintlanganiso: 7:2; 11:13-14

inkqubela: 8:13-15; 10:26; iphe. 179-181

izinto ezenziwa esikolweni: 13:22-24

ukona: 14:37

ukunceda abazali noomakhulu nootatomkhulu abagulayo: 12:14

Abathunywa bevangeli: 10:15, 18

Abavakalisi

(Funda umxholo othi Abavakalisi bebandla; Abavakalisi abangabhaptizwanga)

Abavakalisi abangabhaptizwanga

abantwana: 8:13-15

iimfaneleko: 8:6-12

ukona: 14:38-40

xa kusakhiwa naxa kulungiswa iHolo YoBukumkani: 11:17

Abavakalisi bebandla

(Funda nomxholo othi Abavakalisi abangabhaptizwanga)

abantwana: 8:13-14

abatsha: 8:5-6

iimfaneleko: 8:8

ukufuduka: 8:30

ukwaluphala nokugula: 8:29

uncedo: 5:28-29, 33; 7:21; 9:7, 15, 19

Abaveleli

(Funda umxholo othi Abadala)

Amahlwempu: 12:12-15

AmaKristu apholileyo: 8:26; 14:32

Amaqela entsimi

abaveleli: 5:29-34

iintlanganiso zenkonzo yasentsimini: 7:20-21

intsimi: 9:31, 33

ukucoca iHolo YoBukumkani: 11:7

umsebenzi wezicaka zolungiselelo: 6:12

umvakalisi ukweliphi iqela: 5:35

Ibandla

(Funda nomxholo othi iHolo YoBukumkani; Iintlanganiso)

elitsha nelincinci: 7:22-23

lilungelelaniswe ngendlela kaThixo: 1:3; 4:4-11

umanyano: 13:28-30

IHolo YoBukumkani

amabandla aliqela: 11:8-9

iindleko: 11:6; 12:5-6

ilayibrari: 7:19

ukusetyenziselwa injongo ekhethekileyo: 11:10-11

ukuyakha: 10:21-23; 11:4-5, 15-17

ukuyicoca nokuyilungisa: 11:7-8

ukuyinikezela: 11:4

IiHolo zeNdibano: 11:18-21

Iikomiti

egwebayo: 14:21-28, 34-37

eYelizwe: 5:53

eYenkonzo Yebandla: 5:35

eyeSebe: 4:13; 5:51-54

eYokunxibelelana Nezibhedlele: 5:40

eYokusebenza KweHolo YoBukumkani: 11:8

Iikomiti ezigwebayo: 14:21-28, 34-37

IiKomiti Zokunxibelelana Nezibhedlele namaQela Atyelela Abagulayo: 5:40

Iimvavanyo, izilingo: 13:4-5; 17:4-19

Iincwadi

iindawo ekuthethwa iilwimi ezininzi kuzo: 9:36, 38

indlela efumaneka ngayo imali yokuzenza: 12:2-4

ukujongana neencwadi: 12:16

ukuxabiseka kwazo entsimini: 9:22-23

Iindibano

(Funda umxholo othi Indibano yesiphaluka)

Iindibano zengingqi: 7:25-27

Iingxabano

ukulungisa ezincinci: 14:5-6

ukulungisa ezinkulu: 14:13-20

Iingxelo

abavakalisi: 5:34; 8:10, 23-29

abaveleli besiphaluka: 5:46, 50; 9:44

ukubaluleka kwazo: 8:19-22, 31-36

xa ukude nebandla lakho: 8:30

Iintlanganiso

abadala: 5:37

abalindi: 11:14

abantwana: 11:13

amaSirayeli: 11:1

iindawo zokukhonza: 11:1-5, 18-19

iindibano zengingqi: 7:25-26

iindibano zesiphaluka: 7:24

injongo: 7:1-2

iNtetho Yesidlangalala: 7:5-10

iSifundo SeBhayibhile Sebandla: 7:17

iSifundo SeMboniselo: 7:11-13

ngexesha labapostile: 7:3; 11:2

ukubaluleka kwazo: 3:12; 7:4, 27; 15:7

ukushishina: 13:27

xa kutyelele umveleli wesiphaluka: 5:43, 47

xa umsebenzi uvaliwe: 17:15-17

xa ziqhutywa ngudade: 7:23

zenkonzo yasentsimini: 7:20-21; 9:45

I-JW.ORG: 9:24-25

“Ikhoboka elithembekileyo neliyingqondi”

ukuliqonda: 3:4-6

ukulithemba: 3:12-15

ukulithobela: 15:7

Ikomiti yenkonzo

(Funda umxholo othi iKomiti Yenkonzo Yebandla)

IKomiti Yenkonzo Yebandla: 5:35

Imali

yebandla: 11:6-7; 12:5-7

yesiphaluka: 12:8-11

yomsebenzi owenziwa ehlabathi lonke: 11:15; 12:2-4

Imibutho esemthethweni (Corporations): 4:12

Imicimbi yesikolo: 13:22-24

Imingcwabo: 11:10-11

Iminikelo: 3:13; 11:6-7, 15; 12:2-11

Impangelo: 13:25-26

Indibano yesiphaluka

iindawo eqhutywa kuzo: 11:18

iindleko: 12:8-11

ukulungiselelwa kwayo: 5:49

INgxelo Yomvakalisi Webandla: 5:44; 8:10, 30

INtetho Yesidlangalala: 7:5-10

Intlangano

inxalenye esezulwini: 1:8-13

Intsimi eneelwimi ezininzi: 9:35-44

amaqela namaqela angekamiselwa: 9:42-44

umninimzi othetha olunye ulwimi: 9:38-41

iiklasi zolwimi: 10:10

Intsimi esiyisebenzayo

eyomntu ngamnye neyeqela: 9:31-34

iingxelo: 9:31

xa kuthethwa iilwimi eziliqela: 9:36-37

Iofisi yesebe

imisebenzi: 4:13

indlela yokunxiba neyokuzilungisa xa utyelele: 13:13

ukuthunyelwa kweminikelo kuyo: 12:2-4

xa kuqhawuke unxibelelwano: 17:15-17

IQumrhu Elilawulayo

izizathu zokulandela ulwalathiso lwalo: 3:9-11; 4:9-11

ukuliqonda: 3:1-6

ukulithemba: 3:12-15

ISidlo SeNkosi Sangokuhlwa: 7:28-30

ISifundo SeMboniselo: 7:11-13

ISikhumbuzo: 7:28-30

Isinxibo nendlela yokuzilungisa

abo banikwe imisebenzi ebandleni: 6:9

iintlanganiso: 11:12, 21

intsimi: 13:12

izicaka zolungiselelo: 6:5

xa sizikhuphile: 13:14

xa utyelele eBheteli: 13:13

Izaziso

zababuyiselweyo kubudlelane: 14:36

zabalulekwe yikomiti egwebayo: 14:24

zabasusiweyo kubudlelane: 14:29

zabavakalisi abangabhaptizwanga: 8:12; 14:39-40

zabazahluleyo: 14:33

zeminikelo: 12:6

Izicaka zolungiselelo

iimfaneleko: 6:3-6

imisebenzi: 6:7-12; 11:14

ukuzimisela ukuba sisicaka solungiselelo: 6:14

ukuzixabisa: 6:1-2, 15

Izifundo zeBhayibhile

ukubaluleka: 9:16-17

ukufaka ingxelo: 8:26

ukuzalathisa kwintlangano: 9:20-21

ukuzikhuthaza zishumayele ngokungacwangciswanga: 8:5

Izindululo: 12:6, 9, 11

Izinto esinokuzimisela ukuzenza

abathunywa bevangeli: 10:15

abavakalisi: 10:4-5

inkonzo yobuvulindlela: 10:11-14

into onokukwazi ukuyenza: 8:37

izikolo zentlangano: 10:17-18

ukubaluleka: 10:24-26

ukufunda olunye ulwimi: 10:10

ukukhonza eBheteli: 10:19-20

ukukhonza kwiindawo ezifuna uncedo: 10:6-9

ukwakha: 10:21-23

umsebenzi wesiphaluka: 10:16

Oodade

izikolo zentlangano: 10:17-18

umsebenzi wokwakha: 10:21

xa kungekho bazalwana bafanelekayo: 6:9; 7:23

Oovulindlela abakhethekileyo: 10:11, 14, 17-18

Oovulindlela abangabancedani: 10:11-12

Oovulindlela: 10:11-14

Ubhaptizo

abantwana: iphe. 179-181

abavakalisi abangabhaptizwanga: iphe. 182-184

ezindibanweni ezinkulu nakwezincinci: 7:24, 26

imibuzo yokuhlola: iphe. 185-207

kuthetha ukuthini: 8:16-18

ukumiselwa njengomkhonzi kaThixo: 8:3

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso: 7:14-18

Ubuntloko

abasemagunyeni: 15:11

ibandla: 3:14; 4:15; 15:7

intlangano kaYehova: 1:9-10; 2:5, 9-10; 15:1-2

intsapho: 15:9-10

Ucoceko

eHolweni YoBukumkani: 11:7-8

emzimbeni: 13:8-12

ngendlela efunwa nguThixo, ngokokuziphatha: 13:6-7

Ukona

(Funda nomxholo othi Ukuzahlula; Ukususwa kubudlelane; Ukuphawula abantu abangalawulekiyo; Iingxabano; Ukubuyiselwa)

abantwana: 14:37

abavakalisi abangabhaptizwanga: 14:38-40

izaziso: 14:24, 29, 33, 39-40

okunzulu: 14:21-33

omnye umKristu: 14:5-6, 13-20

Ukuba ngumzekelo

kuthetha ukuthini: 6:9

Ukubuyiselwa kubudlelane: 14:34-36

Ukukhonza eBheteli: 10:19-20

Ukukhonza kwiindawo ezifuna uncedo: 10:6-9

Ukululekwa yiKomiti Egwebayo: 14:4, 23-24

Ukumiselwa njengomkhonzi kaThixo: 8:3

Ukuphawula abantu abangalawulekiyo: 14:9-12

Ukushumayela iindaba ezilungileyo

abantwana: 8:13-15

amabuyelo: 9:14-15

iimfaneleko: 8:6-9, 13-15

iincwadi: 9:22-23

iindawo zikawonke-wonke: 9:11-12

iintlanganiso zenkonzo yasentsimini: 7:20-21

intsimi eneelwimi eziliqela: 9:35-44

intsimi: 9:30-34

kujongwe ngumveleli wenkonzo: 5:28

kwindlu ngendlu: 9:3-9

ngexesha labapostile: 8:1-2; 9:1, 4

ngokungacwangciswanga: 9:26-29

oko sikuthunywe nguThixo: 8:2

ukhokelo: 5:3, 17, 29-33; 6:4

ukubaluleka: 9:5-8; 10:1-2

ukufaka ingxelo: 8:19-29, 31-36

ukukhuthaza izifundo ukuba zishumayele ngokungacwangciswanga: 8:5

ukusebenzisa i-jw.org: 9:24-25

ukushumayela ngokwamaqela: 9:45-46

ukuzilungisa: 13:12

uncedo: 5:28-29, 33; 7:21; 9:7, 15, 19

xa umsebenzi uvaliwe: 17:13-18

Ukususa kubudlelane: 14:25-29

Ukuzahlula: 14:30-33

Ukuzihlaziya nokuzonwabisa: 13:15-21

Ukuzinikela nokubhaptizwa

(Funda umxholo othi Ubhaptizo)

Ukuzithoba

(Funda umxholo othi Ubuntloko)

Ukwakha: 10:21-23

iQela Lokwakha: 10:23

ivolontiya kwiSebe Lasekuhlaleni Lokwakha Nelenza Iiplani: 10:23

ukuncedisa xa kusakhiwa: 10:23

umakhi osuka kwelinye ilizwe: 10:23

umakhi wexesha elizeleyo: 10:23

Umanyano

abadala: 5:13, 21

ehlabathini lonke: 16:6-11

iingxaki: 14:3; 17:6

iintsikelelo: 4:15; 5:57; 13:30-31

phantsi kobuntloko bukaKristu: 2:9-11; 4:10-11

ukulugcina: 17:20

unobangela: 1:6-7; 13:28-29

Umnxibelelanisi wequmrhu labadala

abavakalisi abatsha: 8:8, 14

abaza kubhaptizwa: 8:18; iphe. 208-212

iNtlanganiso Yobomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela: 7:18

ukuhlolwa kwengxelo yemali: 12:7

umsebenzi wakhe: 5:26

utyelelo lomveleli wesiphaluka: 5:42-44

Umtshato: 11:10-11

Umveleli wenkonzo: 5:28, 32; 9:31, 37, 45

Umveleli wesiphaluka

amaqela: 9:44

ukubuza kuye ngokwandisa ubulungiseleli: 10:6, 10, 16, 20

ukumamkela: 5:50

uncomela amabandla amatsha: 7:22

utyelelo: 5:41-48

Uncedo xa kukho intlekele: 12:15; 16:11

Unobhala: 5:27; 8:30

UYehova uThixo

ukusondela kuye: 17:1-3

uMongami Wendalo Iphela: 15:1-4

UYesu Kristu

uMhlawuleli: 2:3

uMbingeleli Omkhulu: 2:4

iNtloko yebandla: 1:10; 2:5

uMalusi Olungileyo: 2:6; 5:1

uMlungiseleli: 8:1-2; 9:1

ukuzithoba kuYehova: 15:5

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share