Iziqulatho
August 8, 2004
Zikhusele Kurhwaphilizo
Zizinto ezimbalwa ezingundoqo ezinokuhlala zikunceda uzikhusele ungabi lixhoba lorhwaphilizo.
3 Urhwaphilizo—Ingxaki Esehlabathini Lonke
5 Indlela Onokuzikhusela Ngayo Kurhwaphilizo
10 Unokuyifumana Phi Imilinganiselo Yokuziphatha Efanelekileyo?
15 UmSamariya Olungileyo Wanamhlanje
18 Olona Hlobo Lwekati Lusesichengeni Emhlabeni
19 Abantu Bazalwa Benomnqweno Wokufunda
20 Indlela Yokuhlakulela Ukuthanda Ukufunda
27 Sidalelwe Ukuba Sifunde Ngonaphakade
29 Xa Umntu Exhalabele Inkangeleko Yakhe Ngokugqithiseleyo
31 Ezona Zinto Zokudlala Zibhetele
32 ‘Indinceda Ndikwazi Ukunyamezela Uvavanyo’
Yintoni Ephosakeleyo Ngokuba Neentlobano Zesini Ngaphambi Komtshato? 12
Ulutsha oluninzi luziva lunyanzelekile ukuba lube neentlobano zesini lungekatshati. Noko ke, umKristu ufanele akujonge njani ukuba neentlobano zesini ngaphambi komtshato?
Ngaba UThixo Ubakhathalele Ngokwenene Abantwana? 16
UThixo uya kukuphelisa njani ukuphathwa kakubi kwabo?
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]
© Mikkel Ostergaard/Panos Pictures