Iziqulatho
Oktobha 2008
Umntwana Wakho NeInternet
Njengoko ufunda eli phephancwadi, ulutsha oluzizigidi lusebenzisa i-Internet. Lwenzani? Kutheni ufanele ukhathazeke?
3 Ngaba Umntwana Wakho Usebenzisa I-Internet?
4 Abantwana Abasebenzisa I-Internet—Oko Kufanele Kwaziwe Ngabazali
7 Abantwana Abasebenzisa I-Internet—Oko Kunokwenziwa Ngabazali
10 Inyathi YaseYurophu—Yahlangulwa Ekutshatyalalisweni
14 Isiqithi Esihle SasePuerto Rico
32 Utitshalakazi Wacebisa Ukuba Nabanye Babe Nayo
Nangona Engakwazi Ukuthetha Uyeviwa 18
Abazali bakaHillary baqala ukukhathazeka ngemeko yakhe eselusana. Baqala ukuyazi ingxaki anayo xa wayeneminyaka emihlanu ubudala.
Ndimele Ndilijonge Njani Ixesha Endilibekelweyo Lokufika? 26
Zama ukuthobela imiqathango oyimiselwe ngabazali bakho.