IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Waphinda wathi uThixo kuMoses:

      “Uze uthi koonyana bakaSirayeli, ‘UYehova uTHIXO wookhokho benu, uTHIXO ka-Abraham,+ uTHIXO kaIsake+ noTHIXO kaYakobi,+ undithumile kuni.’ Lilo elo igama lam kuse kwixesha elingenammiselo,+ yaye sisikhumbuzo sam eso kwizizukulwana ngezizukulwana.+

  • Eksodus 6:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ndandidla ngokubonakala kuAbraham,+ uIsake+ noYakobi+ njengoThixo uSomandla,+ kodwa andizazisanga kubo+ ngegama lam elinguYehova.+

  • Duteronomi 10:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba uYehova uThixo wenu nguTHIXO woothixo+ neNKOSI yeenkosi,+ nguTHIXO omkhulu, onamandla nowoyikekayo,+ ongakhethi buso+ nongamkeli sinyobo,+

  • INdumiso 83:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+

      Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share