IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 16:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wahamba ngendlela yookumkani bakwaSirayeli,+ wadlulisa nonyana wakhe emlilweni,+ ngokuvumelana nezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo ngenxa yoonyana bakaSirayeli.

  • 2 Kronike 33:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye wadlulisa oonyana bakhe emlilweni+ entlanjeni yonyana kaHinom,+ waza waqhelisela umlingo+ wasebenzisa ukuvumisa+ waqhelisela nokukhafula+ wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili+ abaziinkunkqele. Wenza okubi emehlweni kaYehova ngokomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise.+

  • Isaya 57:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+

  • Yeremiya 7:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+

  • Yeremiya 32:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Ngapha koko, bakha iindawo eziphakamileyo zikaBhahali+ ezisentlanjeni yonyana kaHinom,+ ukuze badlulise oonyana babo neentombi zabo emlilweni+ kuMoleki,+ nto leyo endingabayalelanga yona,+ nengathanga qatha entliziyweni yam ukuba bayenze, le nto icekisekayo,+ ngenjongo yokonisa uYuda.’+

  • Hezekile 20:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ndabayeka benziwa iinqambi ngezipho zabo ekudluliseni kwabo emlilweni wonke umntwana ovula isibeleko,+ ukuze ndibaphanzise, bazi ukuba ndinguYehova.”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share