Eksodus 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+ ABagwebi 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye ngaloo mini uDebhora+ kunye noBharaki+ unyana ka-Abhinowam+ bavuma,+ besithi: ABagwebi 11:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ekugqibeleni uYifeta weza eMizpa+ ekhayeni lakhe, kwaye, khangela! intombi yakhe yaphuma ize kumhlangabeza ibetha intambula yaye ingqungqa!+ Ke kaloku yayikuphela komntwana. Ngaphandle kwayo wayengenanyana nantombi. 1 Samuweli 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwathi ke ekungeneni kwabo, ekubuyeni kukaDavide ekuwaxabeleni amaFilisti, abafazi baphuma kuzo zonke izixeko zakwaSirayeli bevuma ingoma+ yaye bengqungqa ukuza kuhlangabeza uSawule ukumkani, ngeentambula,+ ngemihlali+ nangezigingci. Isaya 40:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Nyuka uye entabeni ephakamileyo,+ wena mfazi uzisa iindaba ezilungileyo ngeZiyon.+ Liphakamise ngamandla ilizwi lakho, wena mfazi uzisa iindaba ezilungileyo ngeYerusalem.+ Liphakamise. Ungoyiki.+ Yithi kwizixeko zakwaYuda: “Nanku uThixo wenu.”+ IZenzo 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kodwa xa bamkholelwayo uFilipu, owayevakalisa iindaba ezilungileyo zobukumkani bukaThixo+ nezegama likaYesu Kristu, babhaptizwa, amadoda nabafazi.+
20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+
34 Ekugqibeleni uYifeta weza eMizpa+ ekhayeni lakhe, kwaye, khangela! intombi yakhe yaphuma ize kumhlangabeza ibetha intambula yaye ingqungqa!+ Ke kaloku yayikuphela komntwana. Ngaphandle kwayo wayengenanyana nantombi.
6 Kwathi ke ekungeneni kwabo, ekubuyeni kukaDavide ekuwaxabeleni amaFilisti, abafazi baphuma kuzo zonke izixeko zakwaSirayeli bevuma ingoma+ yaye bengqungqa ukuza kuhlangabeza uSawule ukumkani, ngeentambula,+ ngemihlali+ nangezigingci.
9 Nyuka uye entabeni ephakamileyo,+ wena mfazi uzisa iindaba ezilungileyo ngeZiyon.+ Liphakamise ngamandla ilizwi lakho, wena mfazi uzisa iindaba ezilungileyo ngeYerusalem.+ Liphakamise. Ungoyiki.+ Yithi kwizixeko zakwaYuda: “Nanku uThixo wenu.”+
12 Kodwa xa bamkholelwayo uFilipu, owayevakalisa iindaba ezilungileyo zobukumkani bukaThixo+ nezegama likaYesu Kristu, babhaptizwa, amadoda nabafazi.+