Yeremiya 5:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+ Yeremiya 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Kuba ukususela koyena mncinane kubo ukusa koyena mkhulu kubo, wonk’ ubani uzenzela inzuzo yokungekho sikweni;+ nokususela kumprofeti ukusa kumbingeleli, ngamnye wenza ngobuxoki.+ Yeremiya 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andibathumanga, ndingabayalelanga okanye ndathetha kubo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki nokuvumisa nento engenaxabiso+ nenkohliso yentliziyo yabo.+ Yeremiya 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kuba kokubini umprofeti nombingeleli bangcolile.+ Nasendlwini yam ndifumene ububi babo,”+ utsho uYehova. IZililo 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Abaprofeti bakho bakubonele izinto ezingento yanto nezinganelisiyo,+Kwaye abasityhilanga isiphoso sakho ukuze ubuye ekuthinjweni,+Kodwa bakubonela izibhengezo ezingento yanto nezilahlekisayo.+ Mika 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Abo baziintloko zayo bagweba nje ngenxa yokunyotywa,+ nababingeleli bayo bayalela nje ngenxa yexabiso,+ nabaprofeti bakhe bavumisa nje ngenxa yemali;+ kanti bazixhasa ngoYehova, besithi: “Akakho phakathi kwethu na uYehova?+ Asiyi kufikelwa ntlekele.”+ Zefaniya 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Abaprofeti baso babesile, bengamadoda obuqhophololo.+ Ababingeleli baso babehlambela oko kungcwele; bavukela umthetho.+
31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+
13 “Kuba ukususela koyena mncinane kubo ukusa koyena mkhulu kubo, wonk’ ubani uzenzela inzuzo yokungekho sikweni;+ nokususela kumprofeti ukusa kumbingeleli, ngamnye wenza ngobuxoki.+
14 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andibathumanga, ndingabayalelanga okanye ndathetha kubo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki nokuvumisa nento engenaxabiso+ nenkohliso yentliziyo yabo.+
11 “Kuba kokubini umprofeti nombingeleli bangcolile.+ Nasendlwini yam ndifumene ububi babo,”+ utsho uYehova.
14 Abaprofeti bakho bakubonele izinto ezingento yanto nezinganelisiyo,+Kwaye abasityhilanga isiphoso sakho ukuze ubuye ekuthinjweni,+Kodwa bakubonela izibhengezo ezingento yanto nezilahlekisayo.+
11 Abo baziintloko zayo bagweba nje ngenxa yokunyotywa,+ nababingeleli bayo bayalela nje ngenxa yexabiso,+ nabaprofeti bakhe bavumisa nje ngenxa yemali;+ kanti bazixhasa ngoYehova, besithi: “Akakho phakathi kwethu na uYehova?+ Asiyi kufikelwa ntlekele.”+
4 Abaprofeti baso babesile, bengamadoda obuqhophololo.+ Ababingeleli baso babehlambela oko kungcwele; bavukela umthetho.+