-
Hezekile 33:12INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
12 “Wena ke, nyana womntu, yithi koonyana babantu bakowenu, ‘Ubulungisa belungisa abuyi kulihlangula ngemini yokuvukela kwalo.+ Kodwa ngokubhekisele kubungendawo bongendawo, akayi kukhutyekiswa bubo ngemini yokubuya kwakhe kubungendawo bakhe.+ Naye nabani na onobulungisa akayi kuhlala ephila ngenxa yabo ngemini yokona kwakhe.+
-