Iziqulatho
January 2006
Lisiphathele Ntoni Ikamva?
Ngaba wakha wazibuza ukuba kuya kube kunjani emhlabeni kwiminyaka eli-10, engama-20, okanye engakumbi ezayo? IBhayibhile inezizathu ezivakalayo ezenza sikholelwe ukuba siza kuba nekamva elonwabisayo.
3 Ileta Eya Kubafundi BakaVukani!
5 Ngaba Siya Kuba Nekamva Eliqaqambileyo?
13 Ukungunda—Kunokuba Luncedo Kanti Kusenokuba Yingozi!
16 Amkile!
21 UMichael Agricola—“Indoda Yokukhanya”
24 Iiseli Ezibomvu Zegazi Ziyamangalisa
30 Izimvo Zabafundi BakaVukani!
Funda ngabo bazenzakalisa ngokuzisika okanye bazicente, uze uve nesizathu sokuba benze loo nto.
Ukholo Endandinalo Lwandomeleza—Njengoko Ndinesifo I-ALS 25
Funda ngomfana owayonwabile, kwaye ephumelela ebomini nakuba wayenesifo esamshiya engakwazi ukuzenzela nto.