Iziqulatho
Januwari 2009
Amanzi Ngaba Ayaphela?
Nyaka ngamnye, izigidi zabantu zifa ngenxa yokungabi nayo inkqubo yogutyulo nangenxa yamanzi angcolileyo. Siyintoni isicombululo?
5 Ukunqongophala Kwamanzi—Kwenziwa Ntoni Ngako?
12 Sayifumana Into Esasiyifuna
32 ‘Yeyona Ncwadi Ibalaseleyo Engonqulo’
Ukunceda Abantwana Abanengxaki Yokufunda 10
Yintoni onokuyenza ukuba umntwana wakho unedyslexia okanye unenye ingxaki yokufunda?
Ngaba Iinkxwaleko Sisohlwayo Esivela KuThixo? 28
Ngaba xa uneengxaki oko kuthetha ukuba uThixo akakholiswa nguwe?
[Umfanekiso okwiphepha 2]
Abantu bafuna amanzi kwiqula elikhulu emva kwembalalela eGujarat, eIndiya
[Inkcazelo]
REUTERS/Amit Dave