IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 4/09 iphe. 1-2
  • Iziqulatho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iziqulatho
  • Vukani!—2009
  • Amanqaku Afanayo
  • Ngubani Okuncedayo Xa Ufuna Uncedo?
    Vukani!—2009
  • Igqabi Lelotus Elingangeni Manzi
    Vukani!—2009
  • IBucharest—Isixeko Esinezakhiwo Ezingafaniyo
    Vukani!—2009
  • Abafundi Abaxinezelekileyo
    Vukani!—2009
Khangela Okunye
Vukani!—2009
g 4/09 iphe. 1-2

Iziqulatho

Aprili 2009

Ukuxinezeleka Kwabafundi

Kutheni abantwana abaninzi bexinezelekile esikolweni? Kubangelwa yintoni oko? Yintoni enokwenziwa ngabazali nootitshala ukunceda abafundi?

3 Abafundi Abaxinezelekileyo

4 ‘Ndinomsebenzi Omninzi!’

9 Banokunceda Njani Abazali?

10 IBucharest—Isixeko Esinezakhiwo Ezingafaniyo

16 Oko Kufunekayo Xa Ukhwele Indlovu

19 Umntu Owenza Imaphu Yomhlaba

23 Abantu Abaselula Bayabuza

Ndingenza Njani Ukuze Ndikuthande Ukufunda IBhayibhile?

27 Ngaba Kwadalwa?

Igqabi Lelotus Elingangeni Manzi

30 Okwenzeka Ehlabathini

31 Ubuya Kuphendula Uthini?

32 Abantwana Bayayithanda Le Ncwadi!

Ngubani Okuncedayo Xa Ufuna Uncedo? 12

Abanikeli boncedo lokuqala bafumana uqeqesho olunjani? Iba yintoni indima yabo xa kukho imeko yongxamiseko? Umnikeli woncedo lokuqala waseKhanada uyasiphendulela le mibuzo.

Ukunyaniseka Emtshatweni—Kuthetha Ukuthini? 28

Ngaba iminqweno ephosakeleyo ngesini ayinabungozi? Unokukuphepha njani ukunganyaniseki emtshatweni?

[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]

Taken by courtesy of City of Toronto EMS

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share