IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 28:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Ke wena, Solomon nyana wam, uze umazi+ uTHIXO kayihlo, umkhonze+ ngentliziyo epheleleyo+ nangomphefumlo onoyolo;+ kuba uYehova uyazigocagoca zonke iintliziyo,+ akuqonde konke ukutyekela kweengcamango.+ Ukuba uthe wamfuna, uya kumfumana;+ kodwa ukuba uthe wamshiya,+ uya kukulahla ngonaphakade.+

  • 2 Kronike 15:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngako oko waphuma waya phambi kuka-Asa waza wathi kuye: “Ndiphulaphule, Asa nawe wonke Yuda noBhenjamin! UYehova unani logama nje nani ninaye;+ nokuba nithe namfuna,+ uya kufumaneka kuni, kodwa ukuba nithe namshiya uya kunishiya.+

  • 2 Kronike 19:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Noko ke, kukho izinto ezilungileyo+ ezifunyenweyo kuwe, ngenxa yokuba uye wazitshayela izibonda ezingcwele elizweni+ yaye wayilungisa intliziyo yakho ukuba ufune uTHIXO oyinyaniso.”+

  • Yobhi 28:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Waza wahlabela mgama wathi kumntu,

      ‘Khangela! Ukoyika uYehova—bubulumko obo,+

      Yaye ukusuka ebubini kukuqonda.’”+

  • Isaya 55:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Funani uYehova ngoxa esenokufunyanwa.+ Mbizeni ngoxa esekufuphi.+

  • 1 Petros 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share