2 Kumkani 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 baqhubeka bedlulisa oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ bevumisa,+ behlaba izihlabo,+ yaye baqhubeka bezithengisela+ ukwenza okubi emehlweni kaYehova, ukuze bamcaphukise;+ 2 Kronike 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+ 2 Kronike 33:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye wadlulisa oonyana bakhe emlilweni+ entlanjeni yonyana kaHinom,+ waza waqhelisela umlingo+ wasebenzisa ukuvumisa+ waqhelisela nokukhafula+ wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili+ abaziinkunkqele. Wenza okubi emehlweni kaYehova ngokomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise.+ INdumiso 106:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ngoko baphalaza igazi elimsulwa,+Igazi loonyana babo neentombi zabo,Ababingelela ngazo kwizithixo zakwaKanan;+Nelizwe langcoliswa luphalazo-gazi.+ Isaya 57:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+
17 baqhubeka bedlulisa oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ bevumisa,+ behlaba izihlabo,+ yaye baqhubeka bezithengisela+ ukwenza okubi emehlweni kaYehova, ukuze bamcaphukise;+
3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+
6 Yaye wadlulisa oonyana bakhe emlilweni+ entlanjeni yonyana kaHinom,+ waza waqhelisela umlingo+ wasebenzisa ukuvumisa+ waqhelisela nokukhafula+ wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili+ abaziinkunkqele. Wenza okubi emehlweni kaYehova ngokomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise.+
38 Ngoko baphalaza igazi elimsulwa,+Igazi loonyana babo neentombi zabo,Ababingelela ngazo kwizithixo zakwaKanan;+Nelizwe langcoliswa luphalazo-gazi.+
5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+