IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 34:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ebusuku okanye emini ayiyi kucinywa; umsi wayo uya kunyuka ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Izizukulwana ngezizukulwana liya kubharha;+ ngonaphakade kanaphakade akuyi kudlula mntu kulo.+

  • Yeremiya 49:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngoko ke liveni, madoda, icebo likaYehova aliqulunqileyo nxamnye noEdom,+ neengcamango zakhe azicingileyo nxamnye nabemi bakwaTeman:+ Ngokuqinisekileyo abancinane bomhlambi baya kurhuqwa. Ngokuqinisekileyo ngenxa yabo uya kuyiphanzisa indawo yabo yokuhlala.+

  • Hezekile 25:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kusolulela nakwelakwaEdom+ isandla sam ndize ndinqumle kulo umntu nesilwanyana sasekhaya,+ ndilenze libe yindawo ephanzileyo ukususela kwaTeman,+ kuse nakwaDedan.+ Baya kuwa likrele.

  • Hezekile 35:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze uthi kuwo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndinxamnye nawe, mmandla weentaba wakwaSehire,+ yaye ndiza kusolulela kuwe isandla sam ndize ndikwenze inkangala ephanzileyo,+ isiphanziso kanye.+

  • Yoweli 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yona ke iYiputa, iya kuba yinkangala ephanzileyo;+ yona ke iEdom, iya kuba yintlango yenkangala ephanzileyo,+ ngenxa yogonyamelo koonyana bakaYuda, abaphalazela igazi elimsulwa kwilizwe labo.+

  • Obhadiya 10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngenxa yokugonyamela umntakwenu uYakobi,+ uya kugutyungelwa lihlazo,+ yaye kuya kufuneka unqunyulwe ukusa kwixesha elingenammiselo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share