Isaya 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza wahlabela mgama wathi: “Hamba, uze uthi kwesi sizwana, ‘Ukuva oku niya kuva, kodwa ningaqondi; ukubona oku niya kubona, kodwa ningabi nalwazi.’+ Isaya 56:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abalindi bakhe baziimfama.+ Abakho kubo abaphawulileyo.+ Bonke zizinja ezingathethiyo; abakwazi kukhonkotha,+ bayakhefuzela, balele, bathanda ukozela.+ Isaya 61:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 61 Umoya weNkosi enguMongami uYehova uphezu kwam,+ ngenxa yokuba uYehova undithambisele+ ukushumayela iindaba ezilungileyo kwabalulamileyo.+ Undithumele ukubopha abantliziyo zaphukileyo,+ ukubhengeza inkululeko kwabo bathinjweyo+ nokuvulwa kwamehlo amabanjwa;+ Yeremiya 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+ Hezekile 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, uhleli phakathi kwendlu enemvukelo,+ banamehlo okubona kodwa okunene ababoni,+ baneendlebe zokuva kodwa okunene abeva,+ kuba bayindlu enemvukelo.+ Luka 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Umoya kaYehova+ uphezu kwam, ngenxa yokuba undithambisele ukuvakalisa iindaba ezilungileyo kumahlwempu, undithumele ukushumayela inkululo kubathinjwa nokubuyiselwa kokubona kwiimfama, ukukhulula abo batyunyuziweyo,+ 2 Korinte 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 phakathi kwabo uthixo wale nkqubo yezinto+ aye wamfamekisa iingqondo zabangakholwayo,+ ukuze ukhanyiso+ lweendaba ezilungileyo+ ezizukileyo ezingoKRISTU, ongumfanekiso+ kaThixo, lungakhanyi.+
9 Waza wahlabela mgama wathi: “Hamba, uze uthi kwesi sizwana, ‘Ukuva oku niya kuva, kodwa ningaqondi; ukubona oku niya kubona, kodwa ningabi nalwazi.’+
10 Abalindi bakhe baziimfama.+ Abakho kubo abaphawulileyo.+ Bonke zizinja ezingathethiyo; abakwazi kukhonkotha,+ bayakhefuzela, balele, bathanda ukozela.+
61 Umoya weNkosi enguMongami uYehova uphezu kwam,+ ngenxa yokuba uYehova undithambisele+ ukushumayela iindaba ezilungileyo kwabalulamileyo.+ Undithumele ukubopha abantliziyo zaphukileyo,+ ukubhengeza inkululeko kwabo bathinjweyo+ nokuvulwa kwamehlo amabanjwa;+
22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+
2 “Nyana womntu, uhleli phakathi kwendlu enemvukelo,+ banamehlo okubona kodwa okunene ababoni,+ baneendlebe zokuva kodwa okunene abeva,+ kuba bayindlu enemvukelo.+
18 “Umoya kaYehova+ uphezu kwam, ngenxa yokuba undithambisele ukuvakalisa iindaba ezilungileyo kumahlwempu, undithumele ukushumayela inkululo kubathinjwa nokubuyiselwa kokubona kwiimfama, ukukhulula abo batyunyuziweyo,+
4 phakathi kwabo uthixo wale nkqubo yezinto+ aye wamfamekisa iingqondo zabangakholwayo,+ ukuze ukhanyiso+ lweendaba ezilungileyo+ ezizukileyo ezingoKRISTU, ongumfanekiso+ kaThixo, lungakhanyi.+