1 Samuweli 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+Uya kubadudumela esemazulwini.+UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+ INdumiso 67:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Amaqela eentlanga mawabe nemihlali aze amemelele ngovuyo,+Kuba uya kuzigweba izizwana ngokuthe tye;+Ke wona amaqela eentlanga, uya kuwakhokela emhlabeni. Seʹlah. INdumiso 96:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Phambi koYehova. Kuba ufikile;+Kuba uze kuwugweba umhlaba.+Uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthembeka kwakhe.+ Isaya 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuqinisekileyo uya kugweba phakathi kweentlanga+ aze alungelelanise imicimbi+ phakathi kwezizwana ezininzi.+ Ziwakhande amakrele azo abe ngamakhuba nemikhonto yazo ibe zizikere zokuthena imithi.+ Uhlanga aluyi kuphakamisela uhlanga ikrele, zingayi kuphinda zifunde nemfazwe kwakhona.+ IZenzo 17:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”
10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+Uya kubadudumela esemazulwini.+UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+
4 Amaqela eentlanga mawabe nemihlali aze amemelele ngovuyo,+Kuba uya kuzigweba izizwana ngokuthe tye;+Ke wona amaqela eentlanga, uya kuwakhokela emhlabeni. Seʹlah.
13 Phambi koYehova. Kuba ufikile;+Kuba uze kuwugweba umhlaba.+Uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthembeka kwakhe.+
4 Ngokuqinisekileyo uya kugweba phakathi kweentlanga+ aze alungelelanise imicimbi+ phakathi kwezizwana ezininzi.+ Ziwakhande amakrele azo abe ngamakhuba nemikhonto yazo ibe zizikere zokuthena imithi.+ Uhlanga aluyi kuphakamisela uhlanga ikrele, zingayi kuphinda zifunde nemfazwe kwakhona.+
31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”