IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 9:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye yayinonyana ogama linguSawule,+ oselula noyinzwana, yaye kwakungekho ndoda yayiyinzwana kunaye koonyana bakaSirayeli; ukususela emagxeni akhe ukusa phezulu wayemde ngaphezu kwabo bonke abantu.+

  • 1 Samuweli 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kwathi ke bakumbona bonke abo babemazi ngaphambili, khangela! wayeprofeta kunye nabaprofeti. Ngenxa yoko abantu bathi omnye komnye: “Kwenzeke ntoni na kunyana kaKishe? Uphakathi kwabaprofeti noSawule na?”+

  • 1 Samuweli 11:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko bonke abantu baya eGiligali, baza apho bamenza ukumkani uSawule phambi koYehova eGiligali. Bandula ke benza imibingelelo yobudlelane apho phambi koYehova,+ yaye apho uSawule nawo onke amadoda akwaSirayeli baqhubeka benemihlali ngomlinganiselo omkhulu.+

  • 1 Samuweli 14:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Wabuthabatha ke uSawule ubukumkani phezu koSirayeli+ waza walwa imfazwe nxamnye nazo zonke iintshaba zakhe ezazimjikelezile, nxamnye noMowabhi+ nanxamnye noonyana baka-Amon+ nanxamnye noEdom+ nanxamnye nookumkani baseTsobha+ nanxamnye namaFilisti;+ yaye naphi na apho wayejikela ngakhona wayedlulisela umgwebo wesohlwayo.+

  • 1 Samuweli 15:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 kuba imvukelo+ iyafana nesono sokuvumisa,+ nokunyanzelisa ngekratshi nqwa nokusebenzisa amandla angaqhelekanga nemilonde-khaya.+ Ekubeni uligatyile ilizwi likaYehova,+ ngako oko naye uyakugatya ekubeni ngukumkani.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share